Amanda Black – ndandihleli

Download another hot new mp3 free zip file by Amanda Black and this amazing music is titled “ndandihleli”.

Actually this amazing music is popped out of her newly released album which is titled ‘Mnyama’.

 

Listen up below!.

 

Amanda Black – ndandihleli Lyrics

[Chorus]

Ndandihleli emnyameni

Ndandicinga ngo lovey wam’

Ndandihleli emnyameni

Ndandicinga ngo lovey wam’

 

[Verse]

Cengana nawe asoze ndiphinde

Gama lakho wena asoze ulive liphuma emlonyeni wam’, yeah eh

When you call my name asoze ndize

Remember wena when udlal’ undize nge feelings zakho

Andizi no more, mh

I don’t regret saying “I love you”

Ngoba I know I meant those things too

Ndithi khanimeni, cause andi understand-i, ayy

Sorry I didn’t mean to hurt you

Stuck with the memoriеs I cling to

That’s the way love went

That’s thе way love went

 

[Chorus]

Ndandihleli emnyameni

Ndandicinga ngo lovey wam’

Ndandihleli emnyameni

Ndandicinga ngo lovey wam’

 

Amanda Black – ndandihleli MP3 DOWNLOAD