Download another hot new mp3 free audio song by Emtee and this amazing song is titled “Laghasha’
taken from his 2019 album titled “logan”
Listen up below.
Emtee – Laghasha DOWNLOAD
LYRICS
Ayy
You know, whole gang in the spot
Ayy
I’m on some other shit (Yessir)
I can’t chase a bitch (No way)
I’m tryna get rich (Cash)
I need my money right now (Ayy)
I’m the shit (Yessir)
Ngikhule ngingena nix (Fokol)
I want them foreign whips (Scrr)
I need that money right now (Give me the money)
Pay up, pay up, ngob’uzoqhasha ayy
It’s good it’s nice, ndim uLaqhasha yeah
Pay up, pay up, ngob’uzoqhasha ayy (Ayy)
It’s good it’s nice, ndim uLaqhasha yeah
Ha! ndifun uye ndlini (pha kum)
Qha andinay umngena ndlini (akho line)
Abantu batshona bevela (huzet?)
Abatsho bandibhatala nini (hee)
Ha! Izilimela zimbini (YiDyan)
Kumela ndithenge umilimili (ndifun’ umphokoqo)
Gqiba ndifraize unozala andongeze ngalo ntwanana incinci (ngamasi)
Ha ndilapha eRhawutin, busy ndiskareli mill (ndifuni million)
Kuba ndikhulel’ ezilalini, ezinye zicing’ andazi nix (hee)
Hela kutheni nicinga andina line okanye nicinga ndiyimpatha? (huzet?)
Kuba kutheni, yimbeko yam len’ indinenza nindinyantse? (huzet?)
I’m on some other shit (Yessir)
I can’t chase a bitch (No way)
I’m tryna get rich (Cash)
I need my money right now (Ayy)
I’m the shit (Yessir)
Ngikhule ngingena nix (Fokol)
I want them foreign whips (Skrr)
I need that money right now (Give me the money)
Pay up, pay up, ngob’uzoqhasha ayy
It’s good it’s nice, ndim uLaqhasha yeah
Pay up, pay up, ngob’uzoqhasha ayy (Ayy)
It’s good it’s nice, ndim uLaqhasha yeah
Yeah, Yeah
Ithemba ndim endlini
I’ve been a pop since I was seventeen
Iskathi sokudlal’ andinaso
On the mic ndisemsebenzini
Iskhokho goes to Jozi iticket lam yi single no return
Andinamva andinamphambili rhubuluza go and get the bag
Lo mculo uyabhatala bandithembis’ izulu nomhlaba
Batheth’ amabali ukuphela kwenyanga
Bandiphathel osis abavula amathanga
Bafuna ndilahle ndi*lose focus
Angeke balunge ndifung’ abaphantsi
Aph’ eRhawutini andizang uzodlala
Ndizisukela ekapa ndizobulal’ indlala
Trap sisonka sam ngala magama ndi feed usapho lwam
Ndibhala iintlungu zam kudala ndilamba ndifuna imali nam
Ufuna iCheque ibounce*ile
Utheth ukuthini ukuba ibank ivaliwe
Ndinik imali yam inyang iphelile
Imbungulu phandle Laqhasha ufikile