Bucy Radebe – Uzugcin’impilo Yam’

Bucy Radebe – Waze WaMuhle

Download another hot new mp3 free audio song by Bucy Radebe and this amazing song is titled “Uzugcin’impilo Yam’ ”

South African Christian Gospel Artiste Bucy Radebe Released a New EP Titled “Spiritual Encounter”, Which Consists Of 17 Powerful Songs That Will Uplift Your Spirit And Surely Be Worth A Place On Your Playlist.

Listen and download below.

Bucy Radebe – Uzugcin’impilo Yam’ DOWNLOAD

 

LYRICS

 

Oh Bawo, ngiyacela
Uzugcin’impilo yam’
Ukhusel’ umoya wam’
USomandla Uzugcin’impilo yam’ (Uzugcin’impilo yam’)
Uphinde ukhusel’ umoya wam’ (Ukhusel’ umoya wam’)
Somandla Uzugcin’impilo yam’ (Uzugcin’impilo yam’)
Uphinde ukhusel’ umoya wam’ (Ukhusel’ umoya wam’)

Somandla Uzugcin’impilo yam’ (Uzugcin’impilo yam’)
Wen’uphinde ukhusel’ umoya wam’ (Ukhusel’ umoya wam’)
Ngoba, na ndohamba (Ngizohamba ndijonge)
Ngamaxesha onke (kuwe-e-e)
Oh Ngamaxesha (ngamaxesha onke)
Ngoba, na ndohamba (Ngizohamba ndijonge)
Ndijonge kuwe (kuwe-e-e)

Ngamaxesha wonke (ngama)
Ngamaxesha wonke (xesha onke)
Ngoba, na ndohamba (Ngizohamba ndijonge)
Ndijonge kuwe (kuwe-e-e)
Ngamaxesha wonke (ngama)
Yebo (xesha onke)
Tji lo lo lo lo (ti wowowo wowo wowo)

Tji lo lo lo lo (ti wowowo)
Eh he (wowo wowo)
Tji lo lo lo lo (ti wowowo)
Eh he ni (wowo wowo)
Tji lo lo lo lo (ti wowo)
Ti lo lo (wowo wowo)

Ngoba, na ndohamba (Ngizohamba ndijonge)
Ngamaxesha onke (kuwe-e-e, ngama)
Ngamaxesha onke (xesha onke)
Ngoba, na ngizohamba (Ngizohamba ndijonge)
Ngamaxesha onke (kuwe-e-e ngama)

Ngamaxesha onke (xesha)
Let me hear them sing (onke)
Somandla Uzugcin’impilo yam’ (Uzugcin’impilo yam’)
Uphinde ukhusel’ umoya wam’ yebo (Ukhusel’ umoya wam’)
Somandla Uzugcin’impilo yam’ (Uzugcin’impilo yam’)
Uphinde ukhusel’ umoya wam’ (Ukhusel’ umoya wam’)
Ngoba, na ndohamba (Ngizohamba ndijonge)
Ehe (kuwe-e -e)

(Ngama)
Ngamaxesha onke (xesha onke)
Ngoba, na ndohamba
(Ngizoha)
Ngizohamba kuwe (mba ndijonge)
Ngamaxesha onke (kuwe-e-e)

Yeboo
(Ngamaxesha onke)
Tji lo lo lo lo (ti wowowo wowo wowo)
Tji lo lo lo lo (ti wowowo)
Tji lo lo lo lo (ti wowowo)
Ngoba, na ndohamba
(Ngizoha)

Ngizohamba kuwe (mba ndijonge)
Ngamaxesha onke (kuwe-e-e)
Yeboo
(Ngamaxesha onke)
Ngoba, na ndohamba
(Ngizoha)

Ngizohamba kuwe (mba ndijonge)
Ngamaxesha onke (kuwe-e-e)
Yeboo
(Ngamaxesha onke)
Hallelujah